isiXhosa: Literature Series

by
(0 review)
Book 1
Book 1

Ingqaka KaMaQhudeni

Le ncwadi yi folklore, oko kuthetha ukuba lulwazi olwasungulwa ngookhokho besizwe okanye uhlanga oluthile baza baludluli... MoreIngqaka KaMaQhudeni

(0 reviews)
Review
Book 2
Book 2

Ingqayi

Le ncwadi yifolklore, oko kuthetha ukuba lulwazi olwasungulwa ngookhokho besizwe okanye uhlanga oluthile baza baludlulis... MoreIngqayi

(0 reviews)
Review
Book 3
Book 3

Umphehlulu

UPeter Tshobisa Mtuze ngumbhali ovunyiweyo wesiXhosa. Ukususela kuDingezweni seleneencwadi ezingaphaya kweshumi ngale. K... MoreUmphehlulu

(0 reviews)
Review
Book 4
Book 4

Uhadi

Uyimbongi eneliso elibukhali nenesiphiwo esiqaqambe ngaphezu kwazo zonke iimbongi zexesha awayephila kulo. Uthetha ngezi... MoreUhadi

(0 reviews)
Review
Book 5
Book 5

Kungcono Ukuhleka Mva

Le ncwadi iphuhlisa ngokuphandle intetho yakwaNtu ethi 'umzingisi akanashwa'. Libali elimalunga nomntwana oyinkedama okh... MoreKungcono Ukuhleka Mva

(0 reviews)
Review
Book 6
Book 6

Ilitha Lobomi

(0 reviews)
Review
Book 7
Book 7

Iliso Lesihobe

Le yincwadi yemihobe esizobela iliso elibukhali lo mbhali kuthando lwakhe kubuhle bezinto zendalo. Ukanti ke usidandalaz... MoreIliso Lesihobe

(0 reviews)
Review
Book 8
Book 8

Iingxangxasi

Iingxangxasi incwadi yezibongo ebhalwe ngu Thelminah Nobantu Ndlazulwana. Ezizibongo zesiXhosa zihlulwe ngeendidi kanje*... MoreIingxangxasi

(0 reviews)
Review
Book 9
Book 9

Vingcan' Amazibuko

Le ncwadi yingqokelela yemibongo ebhalwe ngulo ka Mtuze. Le mibongo ichukumisa umxhelo ngezinto - yinto zobomi ukususela... MoreVingcan' Amazibuko

(0 reviews)
Review
Book 10
Book 10

Ubuncwane Besihobe

Le yimisebenzi yababhali abahlanu ethe yadityaniswa ukwenza esi sisele sizele bubuncwane bothando bobomi. Le mibongo ith... MoreUbuncwane Besihobe

(0 reviews)
Review
Book 11
Book 11

Umnxeba Wobomi

Le yingqokelela yemibongo apho lo ka Meme athi ajonge izinto umthi adibane nazo apha ekuphileni. Kukho imibongo engokhol... MoreUmnxeba Wobomi

(0 reviews)
Review
Book 12
Book 12

Izikrweqe

UNoventi emva kwethuba elide, ude afumane unyana amnika igama lokuba ngu Fumanekile. Uthando lukamama lumenza angafumani... MoreIzikrweqe

(0 reviews)
Review
Book 13
Book 13

Kazi Ndenzeni Na

Yinoveli esekwe eMdantsane ephethe imibandela ebalulekileyo nekhathazayo kwintlalo yoluntu enje ngokuphathwa kakubi noku... MoreKazi Ndenzeni Na

(0 reviews)
Review
Book 14
Book 14

Masidimbaze

(0 reviews)
Review
Book 15
Book 15

Inkaba

UMguqulwa wenza budenge bokufulathela amawabo, ikhaya, kwakunye nezinyanya ngokutshipha eGoli. Uqhawula lonke unxibelelw... MoreInkaba

(0 reviews)
Review
Book 16
Book 16

Iphulo

Izincoko ezifutshane ezithetha ngobomi esibuphilayo jikelele. Kukho athetha ngenkqubela - phamblili, ngemfundo, amasiko ... MoreIphulo

(0 reviews)
Review
Book 17
Book 17

Kuf'Ayayo

Uncwadi lwemibongo olujonge impilo yomntu luyivelela kwintlantlo neembono zonke zobomi. An anthology of isiXhosa poetry ... MoreKuf'Ayayo

(0 reviews)
Review
Book 18
Book 18

Iphoco

Kule ncwadi yemibongo umbhali usibonisa ngefuthe elwenziwe yitekhnologi kubomi nentlalo esiphila kuyo. Uchaphazela eli f... MoreIphoco

(0 reviews)
Review
Book 19
Book 19

Ndakukhula

(0 reviews)
Review
Book 20
Book 20

Ingalo

Ukuthanda kukaThemba Gasela imali kumkhokelela kwingxwabangxwaba embi ukubulala. Umongo walo mdlalo kukuba imali ingangu... MoreIngalo

(0 reviews)
Review
Book 21
Book 21

Isiqhelo Siyayoyisa Ingqondo

Lo mdlalo ungomfana uBulelani osandul' ukuphuma esinaleni nofuna umsebenzi kumasebe asebuRhulumenteni. Udibana negosa el... MoreIsiqhelo Siyayoyisa Ingqondo

(0 reviews)
Review
Book 23
Book 23

Lo Mhlaba Uyajikeleza

Ingqokelela yamabali amafutshane athetha ngezinto ezenzeka mihla le ekuhlaleni ezinje ngenkqubeka-phambili empilweni yab... MoreLo Mhlaba Uyajikeleza

(0 reviews)
Review
View all Books